@Fest Loadshedding Xhosa version by Simnikiwe Mzekandaba

Loadshedding Xhosa version by Simnikiwe Mzekandaba

U-Eskom uthembisa ngokungawucimi umbane kumnyadala we Arts Festival eRhini, kodwa ke oosomashishini baxhalabile ngenxa yocimo mbane, load shedding ke ukutsho. Intatheli yejelo le-SABC u Simnikiwe Mzekandaba uzanengxelo.

Leave a Reply


Warning: Invalid argument supplied for foreach() in D:\iis\cue\wp-content\plugins\gantry\core\gantrygzipper.class.php on line 153